layout
Intro (Live In London, New 2023 Mix) - Status Quo
Слушать
0
Трек

Intro (Live In London, New 2023 Mix)

Текст песни 
Текст песни: Suku Oluhle olu kakhulu iyajabula intliziyo yam
Kodwa isimo asivumi
ukukho konke empilweni yam
Suku Oluhle olu kakhulu iyajabula intliziyo yam
Kodwa isimo asivumi
ukukho konke empilweni yam

Thatha intliziyo yam
uyenze eyakho sthanda sam
ziyeke izilingo sthandwa
abantu basezothetha abantu
Ungalibali sthandwa sam
uthandwa ndim
isthathu asifuneki
yeyethu lento
Ungalibali sthandwa sam
umuhle kimi
iyohlala injalo

Комментарии

Комментариев пока нет
Player
×
Song coverSong cover

Song coverSong cover

Текущий плейлист
Song cover